Lesego - [XlSWnOweBtn]

Tag: #Chace Crawford, #venezia - derthona, #festa della mamma 2026, #serie a oggi

Lesego brooks nader - (Lyrics) Afrika Viva Tau (Feat. Jaziel Brothers)

Lesego - (Lyrics) Afrika Viva Tau (Feat. off campus Jaziel Brothers)

Lesego - (Lyrics) Afrika Viva Tau (Feat. Jaziel Brothers)

Lyrics Afrika Viva Tau:

Ho wu woo woo

Ke utwa medumo mmino le dithoko tsa kwana lapeng yeh

Basadi ka medidiyetsane ba nkutlwa ke rora ba re tau

Dithabeng tsa basotho

Dinokeng tsa Rantsholekwa

Moo ba mpona ba mpoka ba nrwaka ba mpitsa ba re viva tau

Ndifunuk' buyel'ekhaya, khaya lami (e Afrika)

Apho ndazalwa khona (ikhaya lam')

Ndifunuk' buyele khaya, khaya lami (e Afrika)

Apho ndazalwa khona (ikhaya lam')

Ikhaya lam' ye ye (ikhaya lam)

Apho ndazalwa khona (e Afrika)

Ikhaya lam' (ikhaya lam)

Apho ndazalwa khona (e Afrika)

Bangithatha lana (ngisesemncane)

Bathi suka lana (singafuni)

Uhlale lana

Khawundincede mhlobo wam'

Sendanele nini

Andisaqondi tu kwa phela

Khawundincede, khawundincede, khawundincede mhlobo wam'

Ndifunuk' buyele khaya, khaya (E Afrika)

Apho ndazalwa khona (Ikhaya lam')

Khawundincede bo mhlobo wam' (E Afrika)

Ndithi apho ndazalwa khona (Ikhaya lam')

Ikhaya lam' e Afrika ye ye (ikhaya lam)

Apho ndazalwa khona (e Afrika)

E Afrika (ikhaya lam)

Apho ndazalwa khona (e Afrika)

Ndinje njenje ndilimele

Ngenxa yabathandi mali

Ndincede mhlobo wam'

Ndikhumbula bangakithi

Kuyoze kube ninina

Ndikhumbula bangakithi bethi viva tau (viva tau)

Bethi viva tau (viva tau)

Oh ndikhumbulekhaya khaya lam( ikhaya lam)

Ndikhumbulekhaya lami (e Afrika)

Lapho ndazalwa khona khona (ikhaya lam)

Dithabeng tsa basotho dinokeng tsa Rantsholekwa (ikhaya lam)

Lapho ndazalwa khona ( e Afrika)

Ndikhumbulekhaya, khaya lami, (ikhaya lam')

Khaya lami, khaya lami (e Afrika)

Basothong basothong

Bapeding bapeding

Batswaneng batswaneng

Manguni manguni kaofela re mmoho

Ooh (e Afrika)

Hee hii hii (ikhaya lam')

Ikhaya lam, ikhaya lam (ikhaya lam')

Apho ndazalwa khona (e Afrika)

E Afrika,e Afrika (ikhaya lam')

-------------------------------------------------------

-------------------------------------------------------

#Lesego #AfrikaVivaTau #AfrikaVivaTauLyrics #LesegoLyrics #afro #african #africanheat #afromusic

Tags: Lesego, backrooms movie Afrika Viva Tau, Lyrics Lesego, Lyrics Afrika Viva Tau, afro pop, african music